Yoshuwa 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye umda wabo waba yiYizereli+ neKesuloti neShunem,+ 1 Kumkani 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani. INgoma yazo iiNgoma 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”
3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani.
13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”