Yoshuwa 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye umda wabo waba yiYizereli+ neKesuloti neShunem,+ 1 Kumkani 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani. 2 Kumkani 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenye imini uElisha wadlula esiya eShunem,+ apho kwakukho umfazi obalaseleyo, yaye wamnyanzela+ ukuba adle isonka. Yaye kwakusithi ngokufuthi xa edlula apho, aphambukele apho aye kudla isonka. INgoma yazo iiNgoma 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”
3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani.
8 Ngenye imini uElisha wadlula esiya eShunem,+ apho kwakukho umfazi obalaseleyo, yaye wamnyanzela+ ukuba adle isonka. Yaye kwakusithi ngokufuthi xa edlula apho, aphambukele apho aye kudla isonka.
13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”