IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+

  • ABagwebi 21:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ekugqibeleni athi: “Khangela! Kukho umthendeleko kaYehova unyaka nonyaka eShilo,+ engakumntla weBheteli, ukuya ngakwimpuma yohola wendlela onyuka usuka eBheteli uye kwaShekem+ nokuya ngakumzantsi weLebhona.”

  • 1 Samuweli 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+

  • Yeremiya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share