IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 33:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ekuhambeni kwexesha uYakobi wafika enqabisekile kwisixeko sakwaShekem,+ esisezweni lakwaKanan,+ evela ePadan-aram;+ yaye wamisa inkampu phambi kweso sixeko.

  • ABagwebi 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kamva bonke abanini-mhlaba bakwaShekem nayo yonke indlu kaMilo+ yahlanganisana ndawonye kwaye uAbhimeleki yamenza ukumkani,+ kufuphi nomthi omkhulu,+ intsika eyayikwaShekem.+

  • ABagwebi 9:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kwaye uAbhimeleki walwa nesixeko yonke loo mini waza wasithimba isixeko; wababulala abantu ababekuso,+ emva koko wasidiliza isixeko+ waza wasihlwayela ngetyuwa.+

  • 1 Kumkani 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 URehobhoham+ waya kwaShekem, kuba wonke uSirayeli wayeze kumenza ukumkani kwaShekem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share