Eksodus 28:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uze ufake elubengweni lwesigwebo iUrim+ neTumim, zibe phezu kwentliziyo ka-Aron ekungeneni kwakhe phambi koYehova; azithwale rhoqo uAron izigwebo+ zoonyana bakaSirayeli phezu kwentliziyo yakhe phambi koYehova. Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” ABagwebi 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Emva koko oonyana bakaSirayeli babuza kuYehova,+ njengoko ityeya yomnqophiso+ kaTHIXO oyinyaniso yayilapho ngaloo mihla. IMizekeliso 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uze umgqale yena ezindleleni zakho zonke,+ kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho.+
30 Uze ufake elubengweni lwesigwebo iUrim+ neTumim, zibe phezu kwentliziyo ka-Aron ekungeneni kwakhe phambi koYehova; azithwale rhoqo uAron izigwebo+ zoonyana bakaSirayeli phezu kwentliziyo yakhe phambi koYehova.
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”
27 Emva koko oonyana bakaSirayeli babuza kuYehova,+ njengoko ityeya yomnqophiso+ kaTHIXO oyinyaniso yayilapho ngaloo mihla.