IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngaloo ndlela uAbram weva ukuba umntakwabo wayethatyathwe njengomthinjwa.+ Wasuka ke wahlanganisa amadoda akhe aqeqeshiweyo,+ amakhoboka angamakhulu amathathu aneshumi elinesibhozo azalelwe endlwini yakhe,+ waza wasukela ukusa kwaDan.+

  • Duteronomi 34:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wenyuka ke uMoses esuka ezinkqantosini zakwaMowabhi waya eNtabeni yeNebho,+ encotsheni yePisga,+ ekhangelene neYeriko.+ Waza uYehova wambonisa lonke ilizwe, ukususela eGiliyadi ukusa kwaDan,+

  • Yoshuwa 19:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Yaye ummandla woonyana bakaDan wawuxinene+ kakhulu kubo. Yaye oonyana bakaDan benyuka baya kulwa neLeshem+ baza bayithimba, bayixabela ngohlangothi lwekrele. Bayithabatha njengelifa, bahlala kuyo, baza bayibiza iLeshem ngokuthi yiDan, ngokwegama likaDan ukhokho wabo.+

  • ABagwebi 20:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+

  • 2 Samuweli 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Mna ndithi ukucebisa: Nakanjani na makuhlanganiselwe kuwe wonke uSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBher-shebha,+ onjengentlabathi yolwandle ukuba mninzi,+ uye ke wena ngenkqu ekulweni.+

  • 1 Kumkani 12:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke wabeka elinye eBheteli,+ waza elinye walibeka kwaDan.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share