-
ABagwebi 18:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ngako oko amadoda amahlanu ahamba aya kufika eLayishe+ aza abona indlela abantu ababengaphakathi kuyo ababehlala bezithembe ngayo ngokwesiko lamaSidon, bezolile, bengarhaneli nto,+ yaye kwakungekho moyisi ucinezelayo owayekhathaza nantoni na elizweni, ngoxa babekude namaSidon,+ bengenanto yakwenza noluntu.
-