Yoshuwa 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.” Yoshuwa 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+
15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”
16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+