Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ ABagwebi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+ ABagwebi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini. IMizekeliso 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ihashe lilungiselelwa imini yedabi,+ kodwa usindiso lolukaYehova.+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+
3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.