-
2 Kronike 11:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
21 URehobhoham wayemthanda ngakumbi uMahaka umzukulwana ka-Abhisalom kunabo bonke abanye abafazi bakhe+ namashweshwe akhe; kuba wayethabathe abafazi abalishumi elinesibhozo, kwanamashweshwe angamashumi amathandathu; ngoko wazala oonyana abangamashumi amabini anesibhozo neentombi ezingamashumi amathandathu.
-