Duteronomi 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘Kuphume amadoda angamatshivela phakathi kwakho,+ awexula abemi besixeko sawo,+ esithi: “Masiye kukhonza thixo bambi,” eningabazanga,’ ABagwebi 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+ IMizekeliso 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umntu olitshivela,+ umntu owenzakalisayo, uhamba ngentetho enobugwenxa,+ IMizekeliso 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umntu olitshivela umba okubi,+ kwaye emilebeni yakhe, ngokungathi kunjalo, kukho umlilo otshisayo.+ Nahum 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+
13 ‘Kuphume amadoda angamatshivela phakathi kwakho,+ awexula abemi besixeko sawo,+ esithi: “Masiye kukhonza thixo bambi,” eningabazanga,’
13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+
27 Umntu olitshivela umba okubi,+ kwaye emilebeni yakhe, ngokungathi kunjalo, kukho umlilo otshisayo.+
15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+