IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wandula ke wamfaka ubengo+ waza elubengweni olo wafaka iUrim neTumim.+

  • Numeri 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”

  • Duteronomi 33:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 NgoLevi wathi:+

      “IiTumim zakho neeUrim zakho+ zezomntu onyanisekileyo kuwe,+

      Owamvavanyayo eMasa.+

      Wasukuzana naye emanzini aseMeribha,+

  • 1 Samuweli 28:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+

  • Ezra 2:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 Ngenxa yoko iTirshata+ yathi kubo abanakuzidla+ izinto ezizezona zingcwele de umbingeleli eme neUrim+ neTumim.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share