Duteronomi 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na. 2 Kronike 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+
2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.
31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+