2 Kumkani 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngelo xesha uBherodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iileta+ nesipho kuHezekiya; kuba wayevile ukuba uHezekiya wayegula. Isaya 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+
12 Ngelo xesha uBherodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iileta+ nesipho kuHezekiya; kuba wayevile ukuba uHezekiya wayegula.
39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+