IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+

  • INdumiso 50:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+

      Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+

  • INdumiso 78:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngalo lonke ixesha ebabulala, babebuzisa ngaye,+

      Baza babuya bamfuna uThixo.+

  • INdumiso 107:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+

      Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+

  • Yeremiya 29:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share