ABagwebi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini. ABagwebi 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye uSirayeli wahlwempuzeka kakhulu ngenxa kaMidiyan; yaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo+ kuYehova. ABagwebi 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+ 2 Kronike 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwathi ekubandezelekeni kwakhe,+ wambongoza uYehova uThixo+ wakhe waqhubeka ezithoba+ kakhulu ngenxa kaTHIXO wookhokho bakhe.
3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.
6 Kwaye uSirayeli wahlwempuzeka kakhulu ngenxa kaMidiyan; yaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo+ kuYehova.
10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+
12 Kwathi ekubandezelekeni kwakhe,+ wambongoza uYehova uThixo+ wakhe waqhubeka ezithoba+ kakhulu ngenxa kaTHIXO wookhokho bakhe.