1 Samuweli 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekugqibeleni wafika ezibayeni zezimvu ezenziwe ngamatye zingasendleleni, apho kwakukho umqolomba. Ngoko wangena uSawule eze kuzithuma,+ ngoxa uDavide namadoda akhe babekwiinxalenye zomqolomba+ ezithe qelele ngasemva, behleli phantsi. 1 Kumkani 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+
3 Ekugqibeleni wafika ezibayeni zezimvu ezenziwe ngamatye zingasendleleni, apho kwakukho umqolomba. Ngoko wangena uSawule eze kuzithuma,+ ngoxa uDavide namadoda akhe babekwiinxalenye zomqolomba+ ezithe qelele ngasemva, behleli phantsi.
27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+