Duteronomi 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze ube nolugxa phakathi kwezixhobo zakho, kuthi ekuchopheni kwakho endle, umbe ngalo umngxuma, uze ujike, uligqume ilindle lakho.+ ABagwebi 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yena waphuma.+ Abakhonzi bakhe bafika baza baqalisa ukukhangela, yaye iingcango zegumbi eliseluphahleni zazitshixiwe. Ngoko bathi: “Usazithuma+ nje kwigumbi langaphakathi elipholileyo.” 1 Kumkani 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+
13 Uze ube nolugxa phakathi kwezixhobo zakho, kuthi ekuchopheni kwakho endle, umbe ngalo umngxuma, uze ujike, uligqume ilindle lakho.+
24 Yena waphuma.+ Abakhonzi bakhe bafika baza baqalisa ukukhangela, yaye iingcango zegumbi eliseluphahleni zazitshixiwe. Ngoko bathi: “Usazithuma+ nje kwigumbi langaphakathi elipholileyo.”
27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+