ABagwebi 6:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kwaye wambiza ngokuthi nguYerubhahali+ ngaloo mini, esithi: “UBhahali makazikhusele ngokwakhe ngokusemthethweni, ngenxa yokuba kukho odilize isibingelelo sakhe.”+ ABagwebi 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva amadoda akwaSirayeli athi kuGidiyon: “Silawule,+ wena nonyana wakho kwakunye nomzukulwana wakho, kuba usisindisile esandleni sikaMidiyan.”+ 1 Samuweli 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+ Hebhere 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ndingathetha ndithini na? Lingaphela ixesha ndibalisa ngoGidiyon,+ uBharaki,+ uSamson,+ uYifeta,+ uDavide+ noSamuweli+ nabanye abaprofeti,+
32 Kwaye wambiza ngokuthi nguYerubhahali+ ngaloo mini, esithi: “UBhahali makazikhusele ngokwakhe ngokusemthethweni, ngenxa yokuba kukho odilize isibingelelo sakhe.”+
22 Kamva amadoda akwaSirayeli athi kuGidiyon: “Silawule,+ wena nonyana wakho kwakunye nomzukulwana wakho, kuba usisindisile esandleni sikaMidiyan.”+
11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+
32 Ndingathetha ndithini na? Lingaphela ixesha ndibalisa ngoGidiyon,+ uBharaki,+ uSamson,+ uYifeta,+ uDavide+ noSamuweli+ nabanye abaprofeti,+