Duteronomi 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Xa uthe ekugqibeleni wafika kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, walihlutha, wahlala kulo,+ wathi, ‘Mandizimisele ukumkani njengazo zonke iintlanga ezindijikelezileyo’;+ ABagwebi 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kwathi ngaxa lithile imithi yaya kuthambisa ukumkani phezu kwayo. Ngoko yathi kumthi womnquma,+ ‘Yiba ngukumkani phezu kwethu.’+ 1 Samuweli 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa le nto yayimbi emehlweni kaSamuweli kwanjengokuba babethe: “Sinike ukumkani abe ngumgwebi phezu kwethu,” waza uSamuweli wathandaza kuYehova.+ 1 Samuweli 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa nabona ukuba uNahashe+ ukumkani woonyana baka-Amon unifikele, namana nisithi kum, ‘Hayi, kodwa sifanele silawulwe ngukumkani!’+ lonke elo xesha ke uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+ Hoseya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Uphi, ke ngoko, ukumkani wakho, ukuze akusindise kuzo zonke izixeko zakho,+ nabagwebi bakho, owathi ngabo, ‘Ndinike ukumkani neenkosana’?+
14 “Xa uthe ekugqibeleni wafika kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, walihlutha, wahlala kulo,+ wathi, ‘Mandizimisele ukumkani njengazo zonke iintlanga ezindijikelezileyo’;+
8 “Kwathi ngaxa lithile imithi yaya kuthambisa ukumkani phezu kwayo. Ngoko yathi kumthi womnquma,+ ‘Yiba ngukumkani phezu kwethu.’+
6 Kodwa le nto yayimbi emehlweni kaSamuweli kwanjengokuba babethe: “Sinike ukumkani abe ngumgwebi phezu kwethu,” waza uSamuweli wathandaza kuYehova.+
12 Xa nabona ukuba uNahashe+ ukumkani woonyana baka-Amon unifikele, namana nisithi kum, ‘Hayi, kodwa sifanele silawulwe ngukumkani!’+ lonke elo xesha ke uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+
10 “Uphi, ke ngoko, ukumkani wakho, ukuze akusindise kuzo zonke izixeko zakho,+ nabagwebi bakho, owathi ngabo, ‘Ndinike ukumkani neenkosana’?+