Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+ ABagwebi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye wathumela waza wabiza uBharaki+ unyana ka-Abhinowam eKedeshe-nafetali+ waza wathi kuye: “Akanikelanga myalelo na uYehova uTHIXO kaSirayeli? ‘Hamba uze uzithi saa kwiNtaba yaseTabhore,+ yaye thabatha amadoda angamawaka alishumi koonyana bakaNafetali+ nakoonyana bakaZebhulon.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+
6 Kwaye wathumela waza wabiza uBharaki+ unyana ka-Abhinowam eKedeshe-nafetali+ waza wathi kuye: “Akanikelanga myalelo na uYehova uTHIXO kaSirayeli? ‘Hamba uze uzithi saa kwiNtaba yaseTabhore,+ yaye thabatha amadoda angamawaka alishumi koonyana bakaNafetali+ nakoonyana bakaZebhulon.+