IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 34:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 nelaseNegebhi+ neSithili,+ ithafa elisentlanjeni yaseYeriko, isixeko semithi yesundu,+ ukusa eTsoware.+

  • ABagwebi 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+

  • 2 Kronike 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Asuka ke amadoda atyunjwe ngamagama+ athabatha abathinjwa, abambesa bonke ababeze phakathi kwabo ngamaxhoba. Ngoko babambesa+ babanika iimbadada babapha ukutya+ babaseza+ babathambisa. Ngapha koko, nabaphi na ababehexahexa, babakhwelisa+ emaesileni babazisa eYeriko,+ isixeko semithi yesundu,+ ecaleni kwabazalwana babo. Emva koko babuyela eSamariya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share