Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Numeri 35:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Ukuba umbethe ngesixhobo sentsimbi waza wafa, ungumbulali.+ Ufanele abulawe afe umbulali lowo.+ ABagwebi 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+