ABagwebi 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda angamawaka amathathu aya kwimfanta yengxondorha yase-Etam+ aza athi kuSamson: “Akwazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ngoko kuthetha ntoni oku usenze kona?” Ngoko wathi kuwo: “Ndenze kanye njengoko enzile kum.”+
11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda angamawaka amathathu aya kwimfanta yengxondorha yase-Etam+ aza athi kuSamson: “Akwazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ngoko kuthetha ntoni oku usenze kona?” Ngoko wathi kuwo: “Ndenze kanye njengoko enzile kum.”+