IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+

  • ABagwebi 13:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.

  • ABagwebi 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+

  • INdumiso 106:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngokuphindaphindiweyo wabanikela esandleni seentlanga,+

      Ukuze abo babathiyayo babalawule,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share