Genesis 45:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Bathi bakuwathetha kuye onke amazwi kaYosefu awayewathethile kubo, wazibona neenqwelo awayezithumele uYosefu, ukuba zimthwale, waphila+ umoya kaYakobi uyise. 1 Samuweli 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngapha koko, bayinika iqhekeza lezicumba zamakhiwane nezicumba ezimbini zeerasintyisi.+ Yandula ke yadla nomoya wayo+ wabuyela kuyo; kuba yayingadlanga sonka okanye isele manzi kangangeemini ezintathu nobusuku obuthathu. Isaya 40:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Unika odiniweyo amandla;+ nalowo ungenamandla makhulu+ umenza aphuphume ukomelela okupheleleyo.
27 Bathi bakuwathetha kuye onke amazwi kaYosefu awayewathethile kubo, wazibona neenqwelo awayezithumele uYosefu, ukuba zimthwale, waphila+ umoya kaYakobi uyise.
12 Ngapha koko, bayinika iqhekeza lezicumba zamakhiwane nezicumba ezimbini zeerasintyisi.+ Yandula ke yadla nomoya wayo+ wabuyela kuyo; kuba yayingadlanga sonka okanye isele manzi kangangeemini ezintathu nobusuku obuthathu.