IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Uze ungamkeli sinyobo, kuba isinyobo siyabamfamekisa ababona kakuhle yaye sinokuwagqwetha amazwi amalungisa.+

  • Numeri 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba ngokuqinisekileyo ndiya kukuzukisa kakhulu,+ ndikwenze konke ondixelela kona.+ Ngoko ke, nceda uze. Ndishwabulelele esi sizwana.’”

  • ABagwebi 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akubona uDelila ukuba umtyhilele yonke intliziyo yakhe, ngoko nangoko wathumela waza wabiza iinkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti, esithi: “Yizani ngesi sihlandlo, kuba undityhilele yonke intliziyo yakhe.”+ Yaye iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti zeza kuye ukuze zizise imali ngesandla sazo.+

  • IMizekeliso 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ongendawo uyasithabatha isinyobo esifubeni+ aze agqwethe isigwebo.+

  • INtshumayeli 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba ingcinezelo nje isengasiphambanisa isilumko,+ yaye isipho+ sinokuyitshabalalisa intliziyo.+

  • Mateyu 26:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+

  • 1 Timoti 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share