IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 14:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa waqhubeka emlilela iintsuku ezisixhenxe njengoko kwakuqhubeka isidlo sabo, yaye kwathi ekugqibeleni ngosuku lwesixhenxe wamxelela, ngenxa yokuba wayemxinile.+ Wandula ke yena walixelela oonyana babantu bakowabo.+

  • ABagwebi 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni wayityhila yonke intliziyo yakhe+ kuye waza wathi kuye: “Incakuba+ ayizange ifike entlokweni yam, ngenxa yokuba ndingumNaziri kaThixo kusukela ndisesesiswini sikama.+ Ukuba ndithe ndachetywa, namandla am aya kumka kum ngokuqinisekileyo, yaye ndiya kuba buthathaka ndize ndibe njengabanye abantu bonke.”+

  • IMizekeliso 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Gweba ibango lakho kunye nedlelane lakho,+ uze ungalityhili igqugula lomnye;+

  • Yeremiya 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Zilindeni ngamnye nxamnye neqabane lakhe,+ nize ningakholosi ngabantakwenu konke konke.+ Kuba ngokuqinisekileyo mntakwenu ngamnye uya kurhwaphiliza,+ neqabane ngalinye liya kuhamba linyelisa+

  • Mika 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Musa ukukholwa liqabane lakho. Musa ukukholosa ngumhlobo osenyongweni.+ Nakulowo olala esifubeni sakho kulinde ukuvuleka komlomo wakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share