37 Kodwa ekuphenduleni uEsawu uIsake waqhubeka wathi: “Yabona, ndimmisile ukuba abe yinkosi phezu kwakho,+ nabo bonke abantakwabo ndibanikele kuye njengabakhonzi,+ ndimjizeke ngokudla okuziinkozo nangewayini entsha ukuze zimxhase,+ yaye yintoni na ke endingaba sayenzela wena, nyana wam?”