INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+