2 Samuweli 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+ Roma 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bona babonakalisa ukuba umthetho ubhalwe ezintliziyweni zabo,+ nesazela+ sabo siyakungqina oko, yaye iingcamango zabo ziyabamangalela+ okanye zibangxengxezele. 1 Yohane 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ngokubhekisele kuko nakuphi na oko iintliziyo zethu ezisenokusigwebela isohlwayo kuko,+ ngenxa yokuba uThixo mkhulu kuneentliziyo zethu yaye uyazazi zonke izinto.+
10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+
15 Bona babonakalisa ukuba umthetho ubhalwe ezintliziyweni zabo,+ nesazela+ sabo siyakungqina oko, yaye iingcamango zabo ziyabamangalela+ okanye zibangxengxezele.
20 ngokubhekisele kuko nakuphi na oko iintliziyo zethu ezisenokusigwebela isohlwayo kuko,+ ngenxa yokuba uThixo mkhulu kuneentliziyo zethu yaye uyazazi zonke izinto.+