1 Samuweli 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa kwathi emva koko intliziyo kaDavide yaba buhlungu+ ngenxa yokuba wayenqumle isondo lesambatho esingenamikhono abenaso uSawule. IZenzo 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ke kaloku bakukuva oku kwathi xhokro entliziyweni,+ yaye bathi kuPetros nabanye abapostile: “Madoda, bazalwana, senze ntoni na?”+ Roma 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bona babonakalisa ukuba umthetho ubhalwe ezintliziyweni zabo,+ nesazela+ sabo siyakungqina oko, yaye iingcamango zabo ziyabamangalela+ okanye zibangxengxezele. 2 Korinte 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+ 1 Yohane 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ngokubhekisele kuko nakuphi na oko iintliziyo zethu ezisenokusigwebela isohlwayo kuko,+ ngenxa yokuba uThixo mkhulu kuneentliziyo zethu yaye uyazazi zonke izinto.+
5 Kodwa kwathi emva koko intliziyo kaDavide yaba buhlungu+ ngenxa yokuba wayenqumle isondo lesambatho esingenamikhono abenaso uSawule.
37 Ke kaloku bakukuva oku kwathi xhokro entliziyweni,+ yaye bathi kuPetros nabanye abapostile: “Madoda, bazalwana, senze ntoni na?”+
15 Bona babonakalisa ukuba umthetho ubhalwe ezintliziyweni zabo,+ nesazela+ sabo siyakungqina oko, yaye iingcamango zabo ziyabamangalela+ okanye zibangxengxezele.
10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+
20 ngokubhekisele kuko nakuphi na oko iintliziyo zethu ezisenokusigwebela isohlwayo kuko,+ ngenxa yokuba uThixo mkhulu kuneentliziyo zethu yaye uyazazi zonke izinto.+