Eksodus 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Uze ungamqalekisi uThixo,+ ungasiqalekisi nesikhulu ebantwini bakowenu.+ 1 Kronike 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Esithi, ‘Musani ukubachukumisa abathanjisiweyo bam,Ningenzi okubi nakubaprofeti bam.’+ INdumiso 105:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Esithi: “Musani ukubachukumisa abathanjisiweyo bam,+Ningenzi okubi nakubaprofeti bam.”+ IZenzo 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+
5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+