Isaya 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+ Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ 2 Timoti 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+ 1 Yohane 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona baphuma ehlabathini;+ kungenxa yoko le nto bethetha oko kuphuma kulo ihlabathi yaye ihlabathi liyabaphulaphula.+
10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+
5 Bona baphuma ehlabathini;+ kungenxa yoko le nto bethetha oko kuphuma kulo ihlabathi yaye ihlabathi liyabaphulaphula.+