ABagwebi 16:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke zona iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti, zahlanganisana ndawonye ukuze zibingelele umbingelelo omkhulu kuDagon+ uthixo wawo nokuze zibe nemihlali, kwaye zaqhubeka zisithi: “Uthixo wethu umnikele esandleni sethu uSamson utshaba lwethu!”+ 2 Kumkani 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+
23 Ke zona iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti, zahlanganisana ndawonye ukuze zibingelele umbingelelo omkhulu kuDagon+ uthixo wawo nokuze zibe nemihlali, kwaye zaqhubeka zisithi: “Uthixo wethu umnikele esandleni sethu uSamson utshaba lwethu!”+
2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+