1 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+ 2 Samuweli 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yena waqubuda waza wathi: “Uyintoni na umkhonzi wakho, ukuba ubheke inja efileyo+ enjengam nje?” 2 Samuweli 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+ 2 Kumkani 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UHazayeli wathi: “Uyintoni na umkhonzi wakho, oyinja nje,+ ukuba angenza into enkulu kangaka?” Kodwa uElisha wathi: “UYehova undibonise wena njengokumkani waseSiriya.”+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+
9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+
13 UHazayeli wathi: “Uyintoni na umkhonzi wakho, oyinja nje,+ ukuba angenza into enkulu kangaka?” Kodwa uElisha wathi: “UYehova undibonise wena njengokumkani waseSiriya.”+