16 Akuba uDavide ewelele kancinane ngaphaya kochochoyi,+ nanko uTsibha+ umlindi wakwaMefiboshete+ emhlangabeza enamaesile amabini+ afakwe iisali, phezu kwawo izizonka+ ezingamakhulu amabini nekhulu lezicumba zeerasintyisi+ nekhulu lemithwalo yeziqhamo zasehlotyeni+ nengqayi enkulu yewayini.+