IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ngenxa yeso sizathu ndiyizisela intlekele indlu kaYerobhoham, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunqumla kwaYerobhoham nabani na ochamela eludongeni,+ lowo ungeloncedo nongento yanto kwaSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyitshayela indlu kaYerobhoham,+ kanye njengoko ubani esusa ubulongwe abulahle.+

  • 1 Kumkani 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye kwathi ekuqaliseni kwakhe ukulawula, kamsinya nje akuhlala phantsi etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahasha. Akazange ashiye namnye kwabakhe ochamela eludongeni+ okanye abaphindezeli bakhe begazi+ okanye abahlobo bakhe.

  • 1 Kumkani 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 yabona ndikuzisela intlekele;+ yaye ndiya kutshayela emva kwakho+ ndize ndinqumle kwa-Ahabhi nabani na ochamela eludongeni+ nongeloncedo nongento yanto kwaSirayeli.

  • 2 Kumkani 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye yonke indlu ka-Ahabhi imele itshabalale; ndize ndinqumle kwa-Ahabhi+ nabani na ochamela eludongeni+ naye nabani na ongeloncedo nongento yanto+ kwaSirayeli.

  • 2 Kumkani 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye kwathi kamsinya nje yakufika incwadi kubo, babathabatha oonyana bakakumkani babaxabela, amadoda angamashumi asixhenxe,+ emva koko bazifaka ezingobozini iintloko zabo baza bazithumela kuye eYizereli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share