IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 20:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye, khangela! ndiya kuthumela umlindi, ndisithi, ‘Yiya, uzifumane iintolo.’ Ukuba ngokuthe ngqo ndingathi kumlindi, ‘Khangela! Iintolo zikweli cala lakho, zithabathe,’ woza ke wena, kuba oko kuthetha uxolo kuwe nokuba akukho nto itheni, ephila nje uYehova.+

  • 1 Kumkani 2:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ke kaloku, njengoko uYehova ephila+ oye wandimisela ngokuqinileyo+ wandigcina ndihleli etroneni kaDavide ubawo+ nowandenzela indlu+ kanye njengokuthetha kwakhe,+ namhlanje uAdoniya uza kubulawa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share