IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Nceda, ukuxolele ukunxaxha kwekhobokazana lakho,+ ngenxa yokuba nakanjani na uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu ehlala ihleli,+ ngenxa yokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova;+ ububi ke bona, abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.+

  • 2 Samuweli 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ukususela kanye kwimini endabeka abagwebi+ njengabaphathi phezu kwabantu bam amaSirayeli; yaye ndiza kukunika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakho.+

      “‘“Kwaye uYehova ukuxelele ukuba uYehova uya kukwenzela indlu.+

  • 1 Kronike 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukususela ngemihla endabeka abagwebi+ njengabaphathi phezu kwabantu bam amaSirayeli. Ngokuqinisekileyo ndiya kuzithoba zonke iintshaba zakho.+ Yaye ndiyakuxelela ukuba, ‘UYehova uya kukwakhela indlu.’+

  • INdumiso 127:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 127 Ngaphandle kokuba uYehova uyayakha indlu,+

      Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo kuyo.+

      Ngaphandle kokuba uYehova uyasilinda isixeko,+

      Kulilize ukuhlala komlindi ephaphile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share