1 Kumkani 1:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Koku uSolomon wathi: “Ukuba uya kuba yindoda elikroti, akuyi kuwela nalunye unwele+ lwakhe emhlabeni; kodwa ukuba kuye kwafunyanwa okubi kuye,+ kuza kufuneka afe.”+ INtshumayeli 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+
52 Koku uSolomon wathi: “Ukuba uya kuba yindoda elikroti, akuyi kuwela nalunye unwele+ lwakhe emhlabeni; kodwa ukuba kuye kwafunyanwa okubi kuye,+ kuza kufuneka afe.”+
11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+