1 Samuweli 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+ 1 Samuweli 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngelo thuba, omnye wabafana waxela kuAbhigali, umfazi kaNabhali, esithi: “Khangela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuza kunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa yona yabakhalimela kakhulu.+
10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+
14 Ngelo thuba, omnye wabafana waxela kuAbhigali, umfazi kaNabhali, esithi: “Khangela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuza kunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa yona yabakhalimela kakhulu.+