IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 30:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nabafazi bakaDavide bobabini babethatyathiwe njengabathinjwa, uAhinowam+ umYizerelikazi noAbhigali+ umfazi kaNabhali umKarmele.

  • 2 Samuweli 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngelo thuba, uDavide waqhubeka ethabatha amashweshwe+ nabafazi+ abangakumbi eYerusalem emva kokufika kwakhe evela eHebron; yaye uDavide waqhubeka ezalelwa oonyana abangakumbi neentombi.

  • 2 Samuweli 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye ndavuma ukukunika indlu yenkosi yakho+ nabafazi benkosi yakho+ esifubeni sakho, nokukunika indlu kaSirayeli nendlu kaYuda.+ Kwaye ukuba oko bekunganelanga, bendithanda ukukongezelela izinto ezinjengezi kwakunye nezinye izinto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share