1 Samuweli 25:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wandula ke uAbhigali+ wangxama waza wesuka, wakhwela+ e-esileni emva kwakhe kuhamba iintombi ezintlanu; wahamba epheleka abathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe. 1 Samuweli 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UDavide waqhubeka ehlala noAkishe+ eGati, yena namadoda akhe, ngamnye nendlu yakhe,+ uDavide nabafazi bakhe bobabini, uAhinowam+ umYizerelikazi noAbhigali,+ umfazi kaNabhali, umKarmelekazi.
42 Wandula ke uAbhigali+ wangxama waza wesuka, wakhwela+ e-esileni emva kwakhe kuhamba iintombi ezintlanu; wahamba epheleka abathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe.
3 UDavide waqhubeka ehlala noAkishe+ eGati, yena namadoda akhe, ngamnye nendlu yakhe,+ uDavide nabafazi bakhe bobabini, uAhinowam+ umYizerelikazi noAbhigali,+ umfazi kaNabhali, umKarmelekazi.