-
1 Samuweli 24:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Kwaye khawubone ke, bawo,+ ewe, khawubone nali isondo lesambatho sakho esingenamikhono esandleni sam, kuba ukunqumla kwam isondo lesambatho sakho esingenamikhono, andikubulalanga. Yazi uze ubone ukuba akukho bubi+ okanye mvukelo esandleni sam, yaye andonanga kuwe, ngoxa wena ulalele umphefumlo wam ukuze uwuthabathe.+
-
-
INdumiso 7:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Owu Yehova Thixo wam, ukuba ndikwenzile oku,+
Ukuba kukho okungekho sikweni ezandleni zam,+
-
Yohane 10:32INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
32 UYesu waphendula wathi kuwo: “Ndibonakalise kuni imisebenzi emininzi emihle ivela kuBawo. Nindixuluba ngenxa yawuphi na kuloo misebenzi?”
-
-
Yohane 18:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 UYesu wamphendula wathi: “Ukuba ndithethe kakubi, nikela ubungqina ngokuphathelele ububi obo; kodwa ukuba ndithethe ngokufanelekileyo, kutheni undibetha nje?”
-
-
-