IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ngomso malunga neli xesha ndiya kuthumela kuwe indoda esuka kwilizwe lakwaBhenjamin,+ uze ke uyithambise+ ibe yinkokeli yabantu bam uSirayeli; kwaye yona imele ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti,+ ngenxa yokuba ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, kuba isikhalo sabo sifikile kum.+

  • 1 Samuweli 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+

  • 1 Samuweli 26:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Noko ke, uDavide wathi kuAbhishayi: “Musa ukumonakalisa, kuba ngubani na owolulele isandla sakhe kothanjisiweyo kaYehova+ waza wahlala emsulwa?”+

  • INdumiso 105:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Esithi: “Musani ukubachukumisa abathanjisiweyo bam,+

      Ningenzi okubi nakubaprofeti bam.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share