1 Samuweli 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+ 1 Samuweli 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, uDavide wathi kuAbhishayi: “Musa ukumonakalisa, kuba ngubani na owolulele isandla sakhe kothanjisiweyo kaYehova+ waza wahlala emsulwa?”+
6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+
9 Noko ke, uDavide wathi kuAbhishayi: “Musa ukumonakalisa, kuba ngubani na owolulele isandla sakhe kothanjisiweyo kaYehova+ waza wahlala emsulwa?”+