1 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+ 1 Samuweli 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+ 2 Samuweli 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?”
10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+
6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+
14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?”