IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Weva uDavide ukuba uNabhali ufile, ngoko wathi: “Makabongwe uYehova, olichopheleyo ityala+ lokungcikivwa kwam+ ukuze andikhulule esandleni sikaNabhali nomnqandileyo umkhonzi wakhe ebubini,+ yaye ububi bukaNabhali uYehova ububuyisele entlokweni yakhe!”+ Wathumela ke uDavide waza wacela ukuthabatha uAbhigali njengomfazi wakhe.+

  • 1 Samuweli 25:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Wandula ke uAbhigali+ wangxama waza wesuka, wakhwela+ e-esileni emva kwakhe kuhamba iintombi ezintlanu; wahamba epheleka abathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share