INdumiso 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,Ndaqhubeka ndikhalela uncedo kuThixo wam.+Esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Nokukhalela uncedo kwam phambi kwakhe kwafika ezindlebeni zakhe.+ INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ INdumiso 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ndisabela kuwe, Yehova.+Owu ngamana andingeze ndidaniswe.+Ndisindise ngobulungisa bakho.+ INdumiso 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+ INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+ INdumiso 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+ INdumiso 56:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndikunye noThixo ndiya kulidumisa ilizwi lakhe.+Ndikholose ngoThixo; andiyi koyika.+Inokundenza ntoni na inyama?+ INdumiso 143:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndikhumbule imihla yakudala;+Ndicamngce ngawo wonke umsebenzi wakho;+Ngokuzithandela ndihleli ndizixhalabisa ngomsebenzi wezandla zakho.+ IMizekeliso 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yinqaba eyomeleleyo+ igama likaYehova. Ilungisa libalekela kulo lize likhuseleke.+ Habhakuki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Mna ke, ndiya kugcoba ngoYehova;+ ndiya kuvuya kuTHIXO wosindiso lwam.+ Luka 22:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko ingelosi evela ezulwini yabonakala kuye yaza yamomeleza.+
6 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,Ndaqhubeka ndikhalela uncedo kuThixo wam.+Esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Nokukhalela uncedo kwam phambi kwakhe kwafika ezindlebeni zakhe.+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+
4 Ndikunye noThixo ndiya kulidumisa ilizwi lakhe.+Ndikholose ngoThixo; andiyi koyika.+Inokundenza ntoni na inyama?+
5 Ndikhumbule imihla yakudala;+Ndicamngce ngawo wonke umsebenzi wakho;+Ngokuzithandela ndihleli ndizixhalabisa ngomsebenzi wezandla zakho.+